Revelation 2:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ewe wanyamezela, unomonde ke, uzamile ngenxa yegama lam kanjalo, akudinwanga ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthwele, unomonde; uthe ngenxa yegama lam wabulaleka, akwadinwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wanyamezela, waba nomonde, ngenxa yegama lam wabulaleka, akwatyhafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubunzima ubuthwele ngenyameko ngenxa yam, akoyiswa.