Revelation 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ndinako oku ngakuwe, ukuba utando lwako lwokuqala ulushiyile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke ndinale nto ngakuwe, yokuba uthando lwakho lokuqala walushiyayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke ndinale nto ngakuwe, yokuba uthando lwakho lokuqala walushiyayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke nantsi indawo ngakuwe: Akusandithandi njengoko wawundithanda ekuqaleni.