Revelation 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kumbula ngoko apo uwe kona, uguquke, wenze eyokuqala imisebenzi: okanye, ndiyeza kuwe msinya, ndandiya kukwelelisa ikandelare yako endaweni yayo, ukuba akuguquki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khumbula ngoko apho uwe usuka khona, uguquke, wenze imisebenzi yokuqala; okanye ndoza kuwe kamsinya, ndisishenxise isiphatho sesibane sakho endaweni yaso, ukuba akuthanga uguquke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khumbula ngoko apho uwe usuka khona, uguquke, wenze imisebenzi yokuqala; okanye ndoza kuwe kamsinya, ndisishenxise isiphatho sesibane sakho endaweni yaso, ukuba akuthanga uguquke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khawukhumbule indlela owawa bhaxa ngayo. Yahlukana nezono; qhuba ngendlela obuhamba ngayo ekuqaleni. Ukuba akuguquki, ndiya kuza ndisisuse isibane sakho endaweni yaso.