Revelation 20:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yayibamba inamba, lonyoka yakudala, enguye u‐Mncetezi no‐Satane, yayinxibela iwaka leminyaka,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sayibamba inamba, loo nyoka yakudala enguMtyholi, uSathana ke, sayikhonkxa iminyaka eliwaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yayibamba inamba, loo nyoka yakudala enguMtyholi, uSathana ke, yayibopha iminyaka eliwaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Salibamba igongqongqo, inyoka endala, umtyholi, uSathana. Salikhonkxa iwaka leminyaka.