Revelation 20:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa lifezwe elowaka leminyaka, u‐Satane wokululwa entolongweni yake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa ithe yazaliseka iminyaka eliwaka, uSathana wokhululwa entolongweni yakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ithe yazaliseka iminyaka eliwaka, uSathana uya kukhululwa entolongweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iya kuthi ke yakuphela iminyaka eliwaka, akhululwe umtyholi enzonzobileni.