Revelation 21:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku andabona tempile pakati kwaso: ngokuba inkosi utixo usomandla iyitempile yaso, nayo imvana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Andibonanga tempile kuwo, kuba iNkosi uThixo uSomandla nayo iMvana yitempile yawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andibonanga tempile kuwo, kuba iNkosi uThixo uSomandla nayo iMvana yitempile yawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andizange ndiyibone *indlu kaThixo esixekweni apho. Kaloku iNkosi uThixo uSomandla kunye nalo iXhwane ngabo ngenkqu loo ndlu.