Revelation 21:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako isixeko eso asifuni ilanga, kwa nenyanga, ukuze zikanye pakati kwaso: ngokuba ubungcwalisa bukatixo bebusikanyisa, nayo imvana isisibane saso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umzi lowo awufuni langa, kwanayo inyanga, kuba ubuqaqawuli bukaThixo buwukhanyisela, nayo iMvana isisibane sawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke umzi lowo awufuni langa, kwanayo inyanga, kuba ubuqaqawuli bukaThixo buwukhanyisela, nayo iMvana isisibane sawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isixeko sasingadingi langa nanyanga yakusikhanyisela. Sasikhanyiselwa bubuqaqawuli bukaThixo nalo iXhwane.