Revelation 21:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watsho lowo uhleli pezu kwayo iterone ukuti: Bona ke, ndizenza ntsha zonke izinto. Wayesiti kum: Ba̔la; kuba lamazwi eyinyaniso eyinene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza lowo uhleli phezu kwetrone wathi, Uyabona, izinto zonke ndizenza ntsha. Athi kum, Bhala; ngokuba lawo ngamazwi ayinyaniso, athembekileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza lowo uhleli phezu kwetrone wathi, Uyabona, izinto zonke ndizenza ntsha. Wathi kum, Bhala; ngokuba la mazwi ayinyaniso, athembekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke lowo uhleli esihlalweni sokulawula wathi: “Ngoku yonke indalo ndiyenza ntsha.” Ubuye wathi: “Bhala kaloku! La mazwi ndiwathethayo athembekile, ayinyaniso.”