Revelation 21:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owoyisayo wolidla ilifa lento zonke; ndandiya kuba ngutixo wake, naye yena woba ngunyana wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo weyisayo uya kuzidla ilifa izinto zonke; ndiya kuba nguThixo wakhe, yena abe ngunyana wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo weyisayo uya kuzidla ilifa izinto zonke; kwaye ndiya kuba nguThixo wakhe, yena abe ngunyana wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo woyisayo wozixhamla zibe lilifa lakhe ezi zinto. Mna ndoba nguThixo wakhe, yena abe ngunyana wam.