Revelation 22:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kum: Ungawancamatiseli amazwi aso isiprofitesho salencwadi; ngokuba ixesha lawo likufupi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithi kum, Musa ukuwatywina amazwi esiprofeto sale ncwadi;ngokuba ixesha likufuphi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi kum, Musa ukuwatywina amazwi esiprofeto sale ncwadi; kuba ixesha likufuphi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Saqhuba sathi: “Uze ungawafihli amazwi ale ncwadi; kaloku ithuba lokuzalisekiswa kwawo lisemnyango.