Revelation 22:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ndiyeza msinya; nomvuzo wam unam, ukuba ndivuze bonke ngabanye njengokuba umsebenzi wabo uya kuba njalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, ndiyeza kamsinya; umvuzo wam unam, ukuba ndivuze elowo njengoko umsebenzi wakhe uya kuba njalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndiyeza kamsinya; umvuzo wam unam, wokuba ndivuze elowo njengoko umsebenzi wakhe uya kuba njalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ewe, ndiyeza kamsinya! Ulowo nalowo ndiya kumphathela ibhaso ngokwemisebenzi yakhe!