Revelation 22:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Banetamsanqa abayenzayo imiyalelo yake, ukuze babe negunya pezu kwawo umti wobomi, baze bati ngamasango aso bangene esixekweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banoyolo abo bayenzayo imithetho yakhe, ukuze igunya labo libe semthini wobomi, bangene ngamasango kuwo umzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banoyolo abo bayenzayo imithetho yakhe, ukuze babe negunya kuwo umthi wobomi, bangene ngamasango kuwo umzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banoyolo abo bazabalazela ukuba bahlale benyulu! Baya kuba nelungelo kuwo umthi wobomi; baya kungena ngamasango esixekweni.