Revelation 22:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndinqi̔na mna kubo bonke abevayo amazwi aso isiprofitesho salencwadi: Ukuba umntu uti ongeze kuzo ezizinto, utixo uya kwongeza kuye izibeto eziba̔liweyo kulencwadi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyangqina kubantu bonke abawevayo amazwi esiprofeto sale ncwadi, ukuba, Xa athe umntu wongeza kwezo zinto, uThixo uya kongeza kuye izibetho ezibhaliweyo kule ncwadi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyangqina kubo bonke abawevayo amazwi esiprofeto sale ncwadi, ukuba, Ukuba uthe umntu wongeza kwezo zinto, uThixo uya kongeza kuye izibetho ezibhaliweyo kule ncwadi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyamlumkisa wonke umntu owevayo amazwi ale ncwadi: Ukuba ukhe wawongeza, uThixo uya kumhlisela zonke izibetho ezichaziweyo kule ncwadi.