Revelation 22:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kungayi kuba seko isiqalekiso: kanjalo iterone katixo ne yemvana yoba kuso: nezicaka zake ziya kumkonza:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akusayi kuba sabakho nasinye isiqalekiso; yaye itrone kaThixo neyeMvana iya kubakho kuwo; abakhonzi bakhe bamkhonze,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akusayi kuba sabakho nasinye isiqalekiso; kodwa itrone kaThixo neyeMvana iya kubakho kuwo; abakhonzi bakhe bamkhonze;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nayiphi na into eqalekisiweyo ayisayi kubakho apho. Into ekhoyo apho libhotwe likaThixo kunye neXhwane. Izicaka zakhe ziya kuphithizela zimkhonza.