Revelation 22:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kubako busuku kona kanjako; abafuni ke isibane nokukanya kwelanga; kuba inkosi utixo ibakanyisele: babeya kupata ngobukumkani kude kube ngunapakade kanapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuyi kubakho busuku khona; abafuni sibane, nakukhanya kwelanga, ngokuba iNkosi uThixo ibakhanyisela; baya kuba ngookumkani, kuse emaphakadeni asema phakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuyi kubakho busuku khona; abafuni sibane, nakukhanya kwelanga; ngokuba iNkosi uThixo iya kuzikhanyisela, zilawule ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akusayi kubakho busuku khona; kungasayi kubakho mfuneko yasibane nalanga. Kaloku iNkosi uThixo uya kuzikhanyisela. Ziya kuxhamla ulawulo ngonaphakade kanaphakade.