Revelation 22:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kum: Lumka ungenje njalo: ngokuba ndisisicaka kunye nawe, nakunye nabazalwana bako abaprofite, nakunye nabawagcinayo amazwi alencwadi: mbedeshe utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithi kum, Lumka, ungenjenjalo; kuba ndingumkhonzi kunye nawe, nabazalwana bakho abaprofeti, nabo bawagcinayo amazwi ale ncwadi; qubuda kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sithi kum, Lumka, ungenjenjalo; ngokuba ndingumkhonzi kunye nawe, nabazalwana bakho abaprofeti, nabo bawagcinayo amazwi ale ncwadi; qubuda kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa sakhalima sathi: “Hayi bo! Sukwenjenjalo; kaloku nam ndisisicaka njengawe, ugxa wakho namawenu abavakalisi belizwi, nabo bonke abawathobelayo amazwi akule ncwadi. NguThixo ofanele ukumnqula wena.”