Revelation 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ndiyeza msinya: bamba oko unako, ukuze kungabiko otabata isitsaba sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, ndiza kamsinya; kubambe ukuqinise onako, ukuze kungabikho namnye usithabathayo isithsaba sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndiyeza kamsinya; kubambe nkqi oko unako, ukuze kungabikho namnye usithabathayo isithsaba sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyeza kwakamsinya. Yilondoloze imbo yakho. Lumka hleze ixhwilwe imbasa yakho.