Revelation 3:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokokuba usiti: Ndityebile, sendizuze ubutyebi, andiswele luto ke; ungazi kanti ukuba unguye olusizi, okedamelekayo, olihlwempu, oyimfama, ozé:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uthi, Ndisisityebi, ndizityebisile, andiswele nto;ube ungazi ukuba uludwayinge, ulusizana, ulihlwempu, uyimfama, uhamba ze;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba uthi, Ndisisityebi, ndizityebisile, andiswele nto; ube ungazi ukuba uludwayinge, ulusizana, ulihlwempu, uyimfama, uhamba ze;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uzingca ngokuba usisityebi, umi kakuhle. Uthi awuswele nto. Enyanisweni nakuba ungaqondi nje ungowokusizelwa, impula kalujaca, kuba ulihlwempu, imfama, uzé.