Revelation 3:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yiba ulinda, uziqinise izinto eziseleyo, ezo ziza kufa: ngokuba ndingafumananga imisebenzi yako ukuba izalisekile ebusweni bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phapha, uzizimase izinto eziseleyo eziza kufa; kuba andiyifumananga izalisekile imisebenzi yakho phambi koThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phapha, uzizimase izinto eziseleyo eziza kufa; kuba andiyifumananga izalisekile imisebenzi yakho phambi koThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Vuka, uhlaziye loo ntlantsana isahleliyo, hleze ife nayo! Akukho namnye umsebenzi wakho endiwufumene ugqibekile phambi kukaThixo.