Revelation 3:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ndimi ngaselucangweni, ndiqongqota nokuqongqota: xeshekweni umntu evayo ilizwi lam, avule ucango, ndiya kungena kuye, ndidle naye, ati yena adle nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza; ukuba uthe umntu waliva izwi lam, waluvula ucango, ndongena kuye, ndidle naye, naye adle nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza; ukuba uthe umntu waliva izwi lam, waluvula ucango, ndongena kuye, ndidle naye, naye adle nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza. Ukuba umntu uyeva aze avule, ndiya kungena ndihlale naye, sitye kunye.