Revelation 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owoyisayo ndiya kumnika ukuba ahlale nam eteroneni yam, njengokuba nam ndoyisayo, ndaza ndahlala nobawo eteroneni yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo weyisayo, ndiya kumvumela ukuba ahlale nam etroneni yam, njengokuba nam ndeyisayo, ndaza ndahlala phantsi noBawo etroneni yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo weyisayo, ndiya kumvumela ukuba ahlale nam etroneni yam, njengokuba nam ndeyisayo, ndaza ndahlala phantsi noBawo etroneni yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo woyisileyo uya kuba nenxaxheba ebhotwe. Kaloku nam ndoyisa ndaza ndafumana inxaxheba yokungqendeva noBawo ebhotwe.