Revelation 7:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abasayi kuba salamba, abasayi kuba sanxanwa kanjako; kungababaleleli nelanga, nabunye ubushushu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abayi kuba salamba, abayi kuba sanxanwa; aliyi kubawela nelanga, nabunye ubushushu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abayi kuba salamba, abasayi kunxanwa; nelanga aliyi kubakhanyisela, nabuphi na ubushushu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abayi kulamba, abayi kunxanwa, abayi kugqatswa lilanga, bengayi kuva bushushu.