Revelation 7:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndeva inani labancanyatiselweyo: amawaka alikulu linamashumi mane anamawaka mane ngapandle ebencanyatiselwe kuzo zonke izizwe zosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndaliva inani labo babetywiniwe: kwatywinwa ikhulu elinamanci mane anesine lamawaka, kuzo zonke izizwe zoonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndaliva inani labo babetywiniwe: kwatywinwa ikhulu elinamanci mane anesine lamawaka, kuzo zonke izizwe zoonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaliva lixelwa nenani labo baphawulwayo. Kwaphawulwa ikhulu elinamashumi mane anesine amawaka kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli.