Revelation 7:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuso isizwe sika‐Juda amawaka alishumi linamabini ebencanyatiselwe. Kuso isizwe sika‐Rubene amawaka alishumi linamabini ebencanyatiselwe. Kuso isizwe sika‐Gadi amawaka alishumi linamabini ebencanyatiselwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esizweni sakwaYuda kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka.Esizweni sakwaRubhen kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka.Esizweni sakwaGadi kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwisizwe sakwaYuda, kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka. Kwisizwe sakwaRubhen, elinambini lamawaka. Kwisizwe sakwaGadi, elinambini lamawaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwisizwe sakwaJuda kwaphawulwa ishumi elinambini lamawaka, kwesakwaRubhen yaba lishumi elinambini lamawaka, kwaGadi yalishumi elinambini lamawaka,