Revelation 7:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuso isizwe sika‐Ashere amawaka alishumi linamabini ebencanyatiselwe. Kuso isizwe sika‐Nefatali amawaka alishumi linamabini ebencanyatiselwe. Kuso isizwe sika‐Manase amawaka alishumi linamabini ebencanyatiselwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esizweni sakwa-Ashere kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka.Esizweni sakwaNafetali kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka.Esizweni sakwaManase kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwisizwe sakwa-Ashere, kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka. Kwisizwe sakwaNafetali, kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka. Kwisizwe sakwaManase, elinambini lamawaka,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwesakwa-Ashere yalishumi elinambini lamawaka, kwesakwa-Nafetali yalishumi elinambini lamawaka, kwesakwaManase yalishumi elinambini lamawaka,