Revelation 9:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuwo umsi lowo kwapuma inkumbi zapum ela emhlabeni: kwaye kunikwa kuzo amandla njengokuba benamandla onomadudwane bomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emsini apho kwaphuma iinkumbi, ezeza emhlabeni, zanikwa igunya, njengokuba benegunya oonomadudwane bomhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emsini apho kwaphuma iinkumbi, zeza emhlabeni, zanikwa igunya, njengokuba benegunya oonomadudwane bomhlaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwavela iinkumbi, ziphuma kuloo msi, zeza emhlabeni. Zazinolwamvila olufana nolukanomadudwane.