Revelation 9:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kunikwa kuzo ukuba zingababulali, koko ukuba bambelwe inyanga zibe ntlanu: nokumbela kwazo bekunjengako ukumbela kwonomadudwane, akuhlaba umntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zanikwa igunya lokungababulali, bathuthunjelwe nje kodwa iinyanga ezintlanu; intuthumbo yazo yayinjengentuthumbo yoonomadudwane, xa athe wamhlaba umntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zanikwa igunya lokungababulali, kodwa bathuthunjelwe iinyanga ezintlanu; intuthumbo yabo yayinjengentuthumbo yoonomadudwane, xa athe wamhlaba umntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zazithunyelwe ukubathuthumbisa iinyanga ezintlanu ngobuhlungu obufana nolwamvila lukanomadudwane, kodwa zingabulali.