Romans 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndilangazelela ukunibona, ukuze ndinabele isipiwo esibumoya, ukuba niqiniswe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndilangazelela ukunibona, ukuze ndinabele sibabalo sithile sisesomoya, ukuze nizimaseke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndilangazelela ukunibona, ukuze ndinabele sibabalo sithile sisesomoya, ukuze nizimaseke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndilangazelela ukunibona, ukuze ndinabele siphiwo sithile kwezoMoya, ukuze nomelezeke.