Romans 1:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndingonetyala kwa kuwo ama‐Girike nakubo abangengama‐Girike, kwa kubo abalumkileyo nakubo ababudenge.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
KumaGrike kwanakumabharbhari, kwizilumko kwanakwabaswele ukuqonda, ndimelwe kukushumayela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
KumaGrike kwanakumabharbhari, ndimelwe kukushumayela, kwakwizilumko kwanakwabaswele ukuqonda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndimelwe kukushumayela kubo bonke: kwabaphucukileyo nakwabangaphucukanga, kwizilumko nakwabangaziyo.