Romans 1:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo okwam sendilungile ukushumayela ivangeli nakuni base‐Roma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokunjalo okukokwam ndingxamele ukuzishumayela iindaba ezilungileyo nakuni baseRoma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke ndingxamele ukuzishumayela iindaba ezimnandi nakuni baseRoma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yoko ke ndingxamele ukuzishumayela iindaba ezimnandi nakuni baseRoma.