Romans 1:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokokuba oko okwazekayo ngotixo kubonakele pakati kwabo; ngokuba utixo wakubonakalisa kubo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokokuba oko kwazekayo ngoThixo kuyabonakala ngaphakathi kwabo; kuba uThixo wakubonakalalisa kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba oko kwazekayo ngoThixo kuyabonakala ngaphakathi kwabo; ngokuba uThixo wabonakalalisa kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unobangela wale ngqumbo kukuba oko kunokwaziwa ngoThixo kucacile kubo, kuba uThixo wakubonakalisa kubo ngokwakhe.