Romans 1:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owabonakaliswa ngamandla ukuba ngunyana katixo ngokwomoya wobungcwele ngokuvuka ekufeni, kwa u‐Yesu Kristu inkosi yetu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owamiswayo ukuba unguNyana kaThixo, enamandla, ngokomoya wobungcwele, ngokuvuka kwabafileyo, uYesu Kristu ke, iNkosi yethu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wamiswa ukuba unguNyana kaThixo, enamandla, ngokomoya wobungcwele, ngokuvuka kwabafileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza ngamandla oMoya oyiNgcwele wabonakaliswa ngesiganeko sokuvuka kwabafileyo ukuba unguNyana kaThixo. Lo Nyana kaThixo nguYesu iNkosi yethu;