Romans 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo elinqi̔na lam, endimkonzayo emoyeni wam kuyo ivangeli yonyana wake, lokokuba ndiyanikankanya ndingayeki,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ulingqina lam uThixo, endimkhonzayo ngomoya wam kwiindaba ezilungileyo zoNyana wakhe, okokuba andiyeki ukunikhankanya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ulingqina lam uThixo, endimkhonzayo ngomoya wam kwiindaba ezilungileyo zoNyana wakhe, okokuba andiyeki ukunikhankanya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo endimkhonzayo ngomxhelo wam ngokushumayela iindaba ezimnandi zoNyana wakhe, uyandingqinela ukuba ndihlala ndinikhumbula.