Romans 10:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngentliziyo kukolwa kube bubulungisa, nangomlomo kuxelwa kube lusindiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umntu ukholwa ngentliziyo, ukuze abe nobulungisa;avume ke ngomlomo, ukuze asindiswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umntu ukholwa ngentliziyo, ukuze abe nobulungisa; kwaye ngomlomo uvumo lwenziwa losindiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umntu ukholwa ngentliziyo, aze abe lilungisa phambi koThixo; uvuma ngomlomo, aze asindiswe.