Romans 10:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pofu boti nina ukubiza kulowo bangakolwanga kuye? boti nina nokukolwa kulowo abangamvanga? boti nina nokuva bengenamshumayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bothini na ke ukumnqula lowo bangakholwanga kuye? Bothini na ke ukukholwa kulowo bangamvanga?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bothini na ke ukumnqula lowo bangakholwanga kuye? Bothini na ukukholwa kulowo bangevanga ngaye? Bothini na ke ukuva, kungekho mshumayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bangazibika njani kulowo bangàkholwayo kuye; bengakholwa njani bengevanga? Bangeva njani kungekho mntu ushumayelayo;