Romans 10:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuloko bebengapulapuli bonke kwindaba ezimnandi ezo. Ngokuba u‐Yisaya esiti: Yehova! ngubanina okoliweyo yintshumayelo yetu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abazilulamelanga ke bonke iindaba ezilungileyo, kuba uIsaya uthi, Nkosi, ngubani na owakholwayo ludaba lwethu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa abazilulamelanga bonke iindaba ezilungileyo. Kuba uIsaya uthi, Nkosi, ngubani na okholiweyo ludaba lwethu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa asingabo bonke abazamkeleyo iindaba ezimnandi, njengoko atshoyo noIsaya ukuthi: “Nkosi, ngubani na othe wakholwa ludaba lwethu?”