Romans 10:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ndisiti: Abeva na? Hai gxebe: Intlokoma yabo yapumela kuwo wonke umhlaba, namazwi abo kwa sezipelweni zelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingaba kodwa, abevanga na? Ehla wena! Intlokoma yabo yaphuma, yaya kulo lonke ihlabathi, Namazwi abo aya eziphelweni zelimiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithi ke, Abevanga na? Ilizwi labo laphuma laya kulo lonke ihlabathi, Namazwi abo aya eziphelweni zelimiweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba awevanga na kodwa amaSirayeli? Ewe, avile. Kaloku iziBhalo zithi: “Ukuhlokoma kwelizwi labo kuvakala kuwo wonke umhlaba; namazwi abo afikelela eziphelweni zehlabathi.”