Romans 10:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndibanqi̔nela ukuba banokuzondelela utixo, koko kungengokuqonda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyabangqinela ukuba banokumzondelela uThixo, koko bengamzondeleli ngokokwazi okukuko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyabangqinela ukuba banokumzondelela uThixo, koko bengamzondeleli ngokokwazi okukuko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndingawangqinela ukuba anenzondelelo ngezinto zikaThixo, kodwa engenalo ulwazi olululo.