Romans 10:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubulungisa bukatixo bengabazi nje, nobabo ubulungisa befuna ukubumisa, abalulamelanga kubo ubulungisa bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bathe, bengabazi ubulungisa bukaThixo, befuna nokumisa obabo ubulungisa, ababululamela ubulungisa bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bathe, bengabazi ubulungisa bukaThixo, befuna nokumisa obabo ubulungisa, ababululamela ubulungisa bukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akayazanga indlela uThixo abalungisa ngayo abantu, aza afuna ukuba ngamalungisa ngeyawo indlela. Ngokwenjenjalo ke akayithobelanga indlela uThixo abenza ngayo amalungisa abantu.