Romans 10:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Kristu esisipelo somteto bube bubulungisa kubo bonke abakolwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba intsingiselo yomthetho nguKristu, ukuze abe bubulungisa kubo bonke abakholwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku intsingiselo yomthetho nguKrestu, ukuze abe bubulungisa kubo bonke abakholwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umthetho ufikelele esiphelweni ngoKrestu, khon' ukuze wonke umntu abe lilungisa kuba ekholwa.