Romans 10:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Mosesi ebalisa ubulungisa obungawo umteto, esiti: Umntu ozenze zona uya kupila ngazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uMoses ubulungisa basemthethweni uthi ukububhala, Umntu ozenzileyo ezi zinto uya kuphila zizo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uMoses ubulungisa basemthethweni uthi ukububhala, Umntu ozenzileyo ezi zinto uya kudla ubomi ngazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Malunga nokuba lilungisa phambi koThixo ngokuthobela umthetho, uMosis ubhale esithi: “Umntu owugcinayo umthetho, wophila ngawo.”