Romans 10:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umhlaumbi: Ngubanina oya kuhlela ehadesi? (oko kukuti, ukunyuka no‐Kristu kwabafileyo.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nokuthi, Ngubani na oya kuhla aye enzonzobileni, ukuba anyuse uKristu kwabafileyo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nokuthi, Ngubani na oya kuhla aye enzonzobileni? oko kukuthi, ukumnyusa uKristu kwabafileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Okanye musa ukuthi: Ngubani na oya kuhla aye enzonzobileni?” (oko kukuthi ukuya kunyusa uKrestu kwabafileyo).