Romans 11:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDITI ngako: Utixo wabalahla na abantu bake? Kwanga kungebe njalo! Ngokuba nam ndingum‐Sirayeli, kwinzalo ka‐Abrahame, kwisizwe sika‐Benjamine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke ndithi, UThixo ubagibile na abantu bakhe? Nakanye!Kuba nam lo ndingumSirayeli wasembewini ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke ndithi, uThixo ubagibile na abantu bakhe? Makube lee oko. Kuba nam ndingumSirayeli, wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba uThixo ubalahlile na abantu bakhe amaSirayeli? Nakanye! Nam ngokwam ndingumSirayeli, ndiyinzala ka-Abraham, ndingowendlu kaBhenjamin.