Romans 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba isiposo sabo sibubutyebi belizwe, n okuba ukuncipa kwabo kububutyebi babaheyideni, kwoba njalo kangakananina ngakumbi ukuzaliseka kwabo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke isiphoso sabo siba bubutyebi behlabathi, nokuncipha kwabo kuba bubutyebi beentlanga, yobeka phi na inzaliseko yabo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke isiphoso sabo saba bubutyebi behlabathi, nokuncipha kwabo kwaba bubutyebi beentlanga; Kobeka phi na ke inzaliseko yazo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi siphoso samaSirayeli saluphathela intaphane yeentsikelelo uluntu; ngoko ke ukoyisakala kwawo kwaba yinzuzo enkulu ezintlangeni. Zobeka phi na ke ukusikeleleka iintlanga akuba amaSirayeli ezinikele ngokupheleleyo kuThixo!