Romans 11:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukulahlwa kwabo ukuba kukukuxoliswana kwelizwe, kwoba yinto nina ukwamkelwa kwabo, kupela bubomi buvuka ekufeni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa ukulahlwa kwabo kuluxolelaniso lwehlabathi, koba yintoni na ukwamkelwa kwabo? Akububomi obuphuma kwabafileyo, yini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa ukulahlwa kwabo kuluxolelaniso lwehlabathi, koba yintoni na ukwamkelwa kwabo? Akububomi obuphuma kwabafileyo, yini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku xa ukulahlwa kwawo kuxolelanise ihlabathi noThixo, koba njani ukwamkelwa kwawo? Kofana novuko lwabafileyo!