Romans 11:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woti ngako: Amasebe apulwa, ukuze mna ndimiliselwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuthi ngoko, Axhuzulwa amasebe, ukuze mna ndimiliselwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuthi ngoko, Axhuzulwa amasebe, ukuze mna ndimiliselwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa wena uya kuthi: “Aqhuzulwa amasebe, ukuze kumiliselwe mna.”