Romans 11:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba lawo angamasebe ngemvelo ukuba utixo akayekanga wona, lumka hleze kungati angayeki nawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, xa uThixo angawaconganga awasemvelweni amasebe, lumka hleze angakucongi nawe lo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, xa uThixo angawaconganga awasemvelweni amasebe, lumka hleze angakucongi nawe lo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Engawasindisanga nje kaloku uThixo amasebe omthi endalo, angákusindisa njani wena?