Romans 11:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe nabo bona, ukuba bati bangamani ukuma ekungakolweni kwabo, baya kumiliselwa: ngokuba utixo enamandla ukubamilisela kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nabo ke, ukuba abathanga bahlale ekungakholweni, bomiliselwa; kuba uThixo unako ukubuya abamilisele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nabo ke, ukuba abathanga bahlale ekungakholweni, bomiliselwa; kuba uThixo unako ukubuya abamilisele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawo ke amaSirayeli, ukuba ayahlukana nalo eli phike lawo lokungakholwa, omiliselwa kwakhona. Kaloku uThixo unako ukubuya awamilisele.