Romans 11:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba njengokuba nani benifudula ningeva utixo, kodwa kaloku nje nifumene ububele ngokungeva kwabo aba;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, njengokuba nani benifudula ningamvi uThixo, ngoku ke nenzelwe inceba kukungeva kwabo abo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, njengokuba nani benifudula ningamvi uThixo, ngoku ke nenzelwe inceba kukungakholwa kwabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nina ke zintlanga benifudula ningamthobeli uThixo, kodwa ngoku nenzelwe inceba ngenxa yokungamthobeli kwamaSirayeli.