Romans 11:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa njalo naba kaloku nje abavanga, ukuze ngobubele obenzelwe nina bona nabo bafumane ububele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwangokunjalo, nabo ababanga namvo ngoku, ukuze ngokwenzelwa kwenu inceba, benzelwe nabo inceba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwangokunjalo, nabo ababanga namvo ngoku, ukuze ngokwenzelwa kwenu inceba, benzelwe nabo inceba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangokunjalo namaSirayeli akamthobeli ngoku uThixo, ngenxa yenceba eniyenzelweyo nina, ukuze kamva enzelwe inceba nawo.